Januwari 1-7
YOBHI 32-33
Ingoma 102 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Thuthuzela Abo Baxinezelekileyo
(imiz. 10)
Baphathe abanye njengabahlobo (Yob 33:1; it-1-E 710)
Yiba novelwano, ungabagwebi (Yob 33:6, 7; w14 6/15 25 ¶8-10)
NjengoElihu, ngaphambi kokuba uthethe mamela uze ucinge (Yob 33:8-12, 17; w20.03 23 ¶17-18; jonga umfanekiso ongaphandle)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
Yob 33:25 —Le vesi isinceda njani singazikhathazi kangako ngendlela esijongeka ngayo njengoko sisaluphala? (w13 1/15 19 ¶10)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) Yob 32:1-22 (th isifundo 12)
4. Umdla Ebantwini—Into Eyenziwa NguYesu
(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 1 ingongoma 1-2.
5. Umdla Ebantwini—Yenza NjengoYesu
(imiz. 8) Ingxubusho esekelwe kwi-lmd isifundo 1 ingongoma 3-5 nendawo ethi “Jonga Nezi Vesi.”
Ingoma 116
6. Iimfuno Zebandla
(imiz. 15)
7. ISifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 4 nebhokisi ekwiphepha 30