Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi Yokuqala YeziKronike

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Ukusuka kuAdam ukuya kuAbraham (1-27)

    • Inzala ka-Abraham (28-37)

    • AmaEdom, ookumkani bawo neenkosi zawo (38-54)

  • 2

    • Oonyana abayi-12 bakaSirayeli (1, 2)

    • Inzala kaYuda (3-55)

  • 3

    • Inzala kaDavide (1-9)

    • Inzala kaDavide yookumkani (10-24)

  • 4

    • Enye inzala kaYuda (1-23)

      • UYabhetse nomthandazo wakhe (9, 10)

    • Inzala kaSimeyon (24-43)

  • 5

    • Inzala kaRubhen (1-10)

    • Inzala kaGadi (11-17)

    • AmaHagri ayoyiswa (18-22)

    • Ihafu yesizwe sakwaManase (23-26)

  • 6

    • Inzala kaLevi (1-30)

    • Iimvumi zasetempileni (31-47)

    • Inzala ka-Aron (48-53)

    • Iindawo abahlala kuzo abaLevi (54-81)

  • 7

    • Inzala kaIsakare (1-5), ekaBhenjamin (6-12), ekaNafetali (13), ekaManase (14-19), ekaEfrayim (20-29), neka-Ashere (30-40)

  • 8

    • Inzala kaBhenjamin (1-40)

      • Umnombo kaSawule (33-40)

  • 9

    • Iminombo yabantu emva kokubuya ekuthinjweni (1-34)

    • Umnombo kaSawule (35-44)

  • 10

    • Ukufa kukaSawule noonyana bakhe (1-14)

  • 11

    • UDavide ukhethwa ngawo onke amaSirayeli ukuba abe ngukumkani (1-3)

    • UDavide uthimba iZiyon (4-9)

    • Amakroti kaDavide (10-47)

  • 12

    • Abantu ababexhasa uDavide (1-40)

  • 13

    • Kulandwa iTyeya eKiriyati-yarim (1-14)

      • U-Uza uyabulawa (9, 10)

  • 14

    • UDavide uyaqinisekiswa ukuba ungukumkani (1, 2)

    • Intsapho kaDavide (3-7)

    • Ukoyiswa kwamaFilisti (8-17)

  • 15

    • AbaLevi basa iTyeya eYerusalem (1-29)

      • UMikali udelela uDavide (29)

  • 16

    • ITyeya ifakwa ententeni (1-6)

    • Ingoma kaDavide yokubulela (7-36)

      • “UYehova nguKumkani!” (31)

    • Umsebenzi owenziwa phambi kweTyeya (37-43)

  • 17

    • Itempile ayizukwakhiwa nguDavide (1-6)

    • Isivumelwano sobukumkani esenziwa noDavide (7-15)

    • Umthandazo kaDavide wokubulela (16-27)

  • 18

    • Ukoyisa kukaDavide (1-13)

    • Izikhundla zabantu ababephantsi koDavide (14-17)

  • 19

    • Ama-Amoni adelela abantu ababethunywe nguDavide (1-5)

    • Ama-Amoni namaSiriya ayoyiswa (6-19)

  • 20

    • IRabha iyathinjwa (1-3)

    • Iingxilimbela zamaFilisti ziyabulawa (4-8)

  • 21

    • UDavide ubala abantu ngokungekho mthethweni (1-6)

    • Isohlwayo esivela kuYehova (7-17)

    • UDavide wakha isibingelelo (18-30)

  • 22

    • UDavide ulungiselela ukwakhiwa kwetempile (1-5)

    • UDavide uyala uSolomon (6-16)

    • Iinkosana zixelelwa ukuba zincedise uSolomon (17-19)

  • 23

    • UDavide ubeka abaLevi ngokwamaqela (1-32)

      • UAron noonyana bakhe babekelwa umsebenzi okhethekileyo (13)

  • 24

    • UDavide wenza ababingeleli babe ngamaqela ayi-24 (1-19)

    • Eminye imisebenzi yabaLevi (20-31)

  • 25

    • Abadlali bomculo neemvumi zendlu kaThixo (1-31)

  • 26

    • Amaqela oonogada basegeyithini (1-19)

    • Abantu abagcina ubutyebi namanye amagosa (20-32)

  • 27

    • Amagosa kakumkani (1-34)

  • 28

    • UDavide uthetha ebantwini ngokwakhiwa kwetempile (1-8)

    • Uyala uSolomon aze amnike iplani yokwakha (9-21)

  • 29

    • Iminikelo yetempile (1-9)

    • Umthandazo kaDavide (10-19)

    • Abantu bayavuya; uSolomon wenziwa ukumkani (20-25)

    • UDavide uyafa (26-30)