Eyokuqala YeziKronike 1:1-54
1 UAdam,uSete,+uEnoshi,
2 uKenan,uMahalaleli,+uYaredi,+
3 uEnoki,+uMethusela,uLameki,+
4 uNowa,+uShem,+ uHam noYafete.+
5 Oonyana bakaYafete yayinguGomere, uMagogi, uMadayi, uYavan, uTubhali,+ uMesheki+ noTiras.+
6 Oonyana bakaGomere yayinguAshikenazi, uRifati noTogama.+
7 Oonyana bakaYavan yayinguElishaha, uTarshishe, uKitim noRodanim.
8 Oonyana bakaHam yayinguKushe,+ uMitserayim, uPuti noKanan.+
9 Oonyana bakaKushe yayinguSebha,+ uHavila, uSabheta, uRahama+ noSabheteka.
Oonyana bakaRahama yayinguShebha noDedan.+
10 UKushe wazala uNimrodi.+ Ungowokuqala ukuba ligorha emhlabeni.
11 UMitserayim wazala uLudi,+ uAnamim, uLehabhim, uNefetuhim,+
12 uPatrusi,+ uKaseluhim (ekwaphuma kuye amaFilisti)+ noKafetori.+
13 UKanan wazala uSidon+ izibulo lakhe noHeti,+
14 amaYebhusi,+ ama-Amori,+ amaGirgashi,+
15 amaHivi,+ ama-Areki, amaSin,
16 ama-Arvadi,+ amaTsemari namaHamati.
17 Oonyana bakaShem yayinguElam,+ uAshuri,+ uArpakhishadi, uLudi, uAram,*noUtse, uHuli, uGetere noMashe.+
18 UArpakhishadi wazala uShela,+ waza uShela wazala uEbhere.
19 UEbhere wazalelwa oonyana ababini. Igama lomnye yayinguPelege,*+ kuba ngemihla yakhe umhlaba wawahlulelene.* Igama lomntakwabo yayinguYoketan.
20 UYoketan wazala uAlmodadi, uShelefe, uHatsaremavete, uYera,+
21 uHadoram, u-Uzali, uDikela,
22 uObhali, uAbhimayeli, uShebha,
23 uOfire,+ uHavila+ noYobhabhi. Bonke aba yayingoonyana bakaYoketan.
24 UShem,uArpakhishadi,uShela,
25 uEbhere,uPelege,+uRewu,+
26 uSerugi,+uNahore,+uTera,+
27 uAbram, oko kukuthi, uAbraham.+
28 Oonyana baka-Abraham yayinguIsake+ noIshmayeli.+
29 Le yimvelaphi yeentsapho zabo: izibulo likaIshmayeli nguNebhayoti,+ ibe nguKedare,+ uAdebhele, uMibhesam,+
30 uMishma, uDuma, uMasa, uHadadi, uTema,
31 uYeture, uNafishi noKedema. Aba yayingoonyana bakaIshmayeli.
32 Oonyana abazalwa nguKetura,+ omnye wabafazi baka-Abraham,* nguZimran, uYokeshan, uMedan, uMidiyan,+ uIshibhaki noShuwaha.+
Oonyana bakaYokeshan yayinguShebha noDedan.+
33 Oonyana bakaMidiyan yayinguEfa,+ uEfere, uHanoki, uAbhida noEldaha.
Bonke aba yayingoonyana bakaKetura.
34 UAbraham wazala uIsake.+ Oonyana bakaIsake yayinguEsawu+ noSirayeli.+
35 Oonyana bakaEsawu yayinguElifazi, uRehuweli, uYewushe, uYalam noKora.+
36 Oonyana bakaElifazi yayinguTeman,+ uOmare, uTsefo, uGatam, uKenazi, uTimna noAmaleki.+
37 Oonyana bakaRehuweli yayinguNahati, uZera, uShamaha noMiza.+
38 Oonyana bakaSehire+ yayinguLotan, uShobhali, uTshibheyon, uAnahi, uDishon, uEtsere noDishan.+
39 Oonyana bakaLotan yayinguHori noHomam. UdadeboLotan yayinguTimna.+
40 Oonyana bakaShobhali yayinguAlvan, uManahati, uEbhali, uShefo no-Onam.
Oonyana bakaTsibheyon yayinguAya noAnahi.+
41 Unyana* ka-Anahi yayinguDishon.
Oonyana bakaDishon yayinguHemdan, uEshibhani, uItran noKeran.+
42 Oonyana bakaEtsere+ yayinguBhilehan, uZavan noAkhan.
Oonyana bakaDishan yayingu-Utse noAran.+
43 Aba balandelayo ngookumkani ababelawula kwilizwe lakwaEdom+ ngaphambi kokuba nawuphi na ukumkani alawule amaSirayeli:*+ uBhela unyana kaBhehore, isixeko sakhe yayiyiDinabha.
44 Xa wafayo uBhela, kwalawula uYobhabhi unyana kaZera waseBhotsera+ endaweni yakhe.
45 Xa wafayo uYobhabhi, kwalawula uHusham waselizweni lamaTeman endaweni yakhe.
46 Xa wafayo uHusham, kwalawula uHadadi unyana kaBhedadi endaweni yakhe, lo woyisa amaMidiyan emhlabeni wakwaMowabhi.* Isixeko sakhe yayiyiAviti.
47 Xa wafayo uHadadi, kwalawula uSamla waseMasereka endaweni yakhe.
48 Xa wafayo uSamla, kwalawula uShawule waseRehobhoti engaseMlanjeni endaweni yakhe.
49 Xa wafayo uShawule, kwalawula uBhahali-hanan unyana ka-Akebhore endaweni yakhe.
50 Xa wafayo uBhahali-hanan, kwalawula uHadadi endaweni yakhe. Isixeko sakhe yayiyiPawu, igama lomfazi wakhe inguMehetabheli, intombi kaMatrede, intombi kaMezahabhi.
51 UHadadi waye wafa.
Iinkosi zakwaEdom yayiyiNkosi uTimna, iNkosi uAlva, iNkosi uYetete,+
52 iNkosi uOholibhama, iNkosi uElaha, iNkosi uPinon,
53 iNkosi uKenazi, iNkosi uTeman, iNkosi uMibhetsare,
54 iNkosi uMagediyeli, iNkosi uIram. Ezi yayiziinkosi zakwaEdom.
Umbhalo osemazantsi
^ Aba balandelayo ngoonyana baka-Aram. Funda iGen 10:23.
^ Othetha ukuthi “Ukwahlukana.”
^ Okanye “abantu emhlabeni babohlulelene.”
^ Okanye “ishweshwe lika-Abraham.”
^ Ngokoqobo, “Oonyana.”
^ Ngokoqobo, “oonyana bakaSirayeli.”
^ Ngokoqobo, “kwintsimi yakwaMowabhi.”