BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 Incwadi KaEstere Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 Oko kuqulethweyo 1 Itheko likaKumkani uAhaswerosi eShushan (1-9) UKumkanikazi uVashti akathobeli (10-12) Ukumkani ufuna icebiso kumadoda akhe azizilumko (13-20) Kukhutshwa umyalelo kakumkani (21, 22) 2 Kukhangelwa ukumkanikazi omtsha (1-14) UEstere uba ngukumkanikazi (15-20) UMordekayi uchaza iyelenqe (21-23) 3 UHaman udunyiswa ngukumkani (1-4) UHaman wenza iyelenqe lokutshabalalisa amaYuda (5-15) 4 UMordekayi uyazila (1-5) UMordekayi ucela uEstere angenelele (6-17) 5 UEstere uya kukumkani (1-8) UHaman uba nomsindo nekratshi (9-14) 6 UMordekayi unikwa imbeko ngukumkani (1-14) 7 UEstere uxela iyelenqe likaHaman (1-6a) UHaman uxhonywa kwisibonda asenzileyo (6b-10) 8 UMordekayi uyanyuselwa (1, 2) UEstere ucenga ukumkani (3-6) Ukumkani ukhupha omnye umyalelo (7-14) AmaYuda afumana isiqabu aze avuye (15-17) 9 Ukoyisa kwamaYuda (1-19) Kusekwa iTheko LePurim (20-32) 10 Ubukhulu bukaMordekayi (1-3) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaEstere INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaEstere IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaEstere https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg