IMBONISELO Disemba 2014 | Unako Ukusondela KuThixo
Ngaba uThixo ubonakala ekude lee kuwe? Ngaba wakha wazibuza ukuba unganako na ukuba nobuhlobo noThixo?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba Uziva Usondele KuThixo?
Izigidi zabantu ziqinisekile ukuba uThixo uzijonga njengabahlobo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba Uyalazi Yaye Uyalisebenzisa Igama LikaThixo?
Singathi uThixo uye wasebenzisa iBhayibhile ukuze azazise kuwe esithi: “NdinguYehova. Lilo elo igama lam.”
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba Uyathetha NoThixo?
Sithetha noThixo ngomthandazo, kodwa sinokumphulaphula njani?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba Uyakwenza Oko UThixo Akucelayo?
Ukuthobela uThixo kubalulekile kodwa, kufuneka okungakumbi ukuze sibe nobuhlobo naye.
ITimgad—Isixeko Esanyamalalayo Sityhila Iimfihlo Zaso
AmaRoma amandulo asebenzisa amaqhinga ukuze enze uxolo neentlanga ezazingoonothwal’ impahlana kuMntla Afrika
“Ingqiqo Yomntu Ngokuqinisekileyo Imenza Azeke Kade Umsindo”
Ibali lento eyenzeka kuDavide, ukumkani wakwaSirayeli, lingakunceda ukwazi ukulawula umsindo.
Ngaba Ndifanele Ndiboleke Imali?
Ubulumko obuseBhayibhileni bungakunceda wenze isigqibo.
Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile
Ungayifikelela njani intliziyo yomntwana ngeBhayibhile?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ngaba UThixo Ngusomandla Nje Ongenazimvakalelo?
IBhayibhile ithi uThixo wadala izinto zonke, kodwa ngaba usikhathelele?