IMBONISELO Aprili 2015 | Awungethandi Ukufunda IBhayibhile?

Izigidi zabantu emhlabeni wonke ziye zancedwa sisifundo seBhayibhile samahala esiqhutywa ngamaNgqina kaYehova. Funda ngendlela esinokukunceda ngayo esi sifundo seBhayibhile.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Umele Ufunde IBhayibhile?

Mhlawumbi usenokuthi ‘Ndixakekile’ okanye uthi ‘Ndonqena ukuzibophelela’?

Isifundo SeBhayibhile Somntu Wonke

Fumana iimpendulo zemibuzo esibhozo edla ngokubuzwa ngabantu ngesifundo seBhayibhile.

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Imibuzo Emithathu Eyatshintsha Ubomi Bam

Xa umfundi waba ngumfundisi, uDoris Eldred waphenduleka kwimibuzo awayenayo ngobomi.

Ubuncwane Obubhaqwe Enkunkumeni

Isiqwenga sikaRylands seVangeli kaYohane singowona mbhalo-ngqangi mdala wakhe wafunyanwa weZibhalo ZesiGrike ZamaKristu.

UKUNCOKOLA NOMMELWANE

Kutheni Simele Sikhumbule Ukufa KukaYesu?

Abantu abaninzi babhiyozela ukuzalwa kukaYesu ngeKrismesi nokuvuswa kwakhe ngeIsta. Kutheni Nje AmaNgqina KaYehova Esenza Isikhumbuzo Sokufa KukaYesu?

Ngaba Ubusazi?

Wawuyintoni umsebenzi wegosa lomkhosi wamaRoma? Izipili ezazisetyenziswa ngexesha lokubhalwa kweBhayibhile zahluke njani kwezangoku?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ngaba kungaze kwenzeke ukuba abantu bathandane?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba IBhayibhile Ineengcinga ZikaThixo?

Ababhali beBhayibhile abaninzi bathi babhala izinto abazixelelwa nguThixo. Kwakutheni?