UkuThuthuzela
Izibhalo ezisithuthuzelayo kwizinto ezisityhafisayo
Intlungu engapheliyo entliziyweni ngenxa yokukhutyekiswa ngabanye abantu
Jonga umxholo othi “UkuPhathwa Kakubi”
Ixhala
Jonga umxholo othi “IXhala”
Ubomi obukrakra; inzondo
Ubomi babanye abantu buba krakra ngenxa yeengxaki ezinzima okanye ukungaphathwa ngobulungisa amaxesha amaninzi
Jonga neNd 142:4; INt 4:1; 7:7
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
Izibhalo ezithuthuzelayo:
-
Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:
-
Rut 1:6, 7, 16-18; 2:2, 19, 20; 3:1; 4:14-16—UNahomi ubuyela kubantu bakaThixo aze abavumele bamncede naye abancede, emva koko uphinda onwabe
-
Yob 42:7-16; Yak 5:11—UYobhi unyamezela enokholo, aze uYehova amsikelele kakhulu
-
Ubomi babanye abantu buba krakra ngenxa yokukhohlakalelwa ngabanye
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
1Sa 1:6, 7, 10, 13-16—UHana ukhathazeke kakhulu ngenxa yokungaphathwa kakuhle nguPenina, ucingelwa kakubi nanguMbingeleli Omkhulu uEli
-
Yob 8:3-6; 16:1-5; 19:2, 3—Amadoda awayeze kuthuthuzela uYobhi amenza abe buhlungu nakakhulu ngokuzenza oongcwelengcwele nangokumcingela kakubi
-
-
Izibhalo ezithuthuzelayo:
-
Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:
-
1Sa 1:9-11, 18—Emva kokuba uHana ethandaze kuYehova, iyaphola intlungu yakhe
-
Yob 42:7, 8, 10, 17—Emva kokuba uYobhi ebaxolele abahlobo bakhe abathathu, uYehova uyamphilisa futhi umenza onwabe kwakhona
-
Ukungakwazi ukwenza ezinye izinto ngenxa yokugula okanye ukwaluphala
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
2Ku 20:1-3—UKumkani uHezekiya utsho ngesikhalo esikrakra ngenxa yokugulela ukufa
-
Fil 2:25-30—UEpafrodito ubuhlungu ngenxa yokuba ibandla livile ukuba ebegula futhi ebenexhala lokuba lizocinga ukuba woyisakele kukwenza isabelo sakhe
-
-
Izibhalo ezithuthuzelayo:
-
Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:
-
2Sa 17:27-29; 19:31-38—UBharzilayi othembekileyo ufumana imbeko enkulu, kodwa ngokuthobeka akavumi ukusamkela isimemo kuba uyaqonda ukuba mdala kakhulu ukuba angakwazi ukusamkela
-
Nd 41:1-3, 12—Nangona uKumkani uDavide egula kakhulu, umthembile uYehova ukuba uza kumxhasa
-
Mar 12:41-44—UYesu uyamncoma umhlolokazi olihlwempu ngomnikelo wakhe kuba unikele ngayo yonke into anayo
-
Ukungcangcazela kukoyika; ukubethelwa luvalo
Jonga umxholo othi “UkOyika”
Ukuphoxeka ngenxa yobuthathaka okanye izono zethu
Jonga umxholo othi “UkuPhoxeka”
Ukuphoxeka xa abanye abantu beye basiphoxa, basivisa ubuhlungu, okanye basishiya enyanyeni
Jonga umxholo othi “UkuPhoxeka”
Ukutshutshiswa
Jonga umxholo othi “UkuTshutshiswa”
Ukuzithandabuza ukuba sixabisekile
Jonga umxholo othi “UkuThandabuza”
Ukuziva singenamandla okumelana nengxaki enkulu okanye okwenza isabelo esinzima
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
Izibhalo ezithuthuzelayo:
-
Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:
-
Eks 3:12; 4:11, 12—UYehova uqinisekisa umprofeti uMoses ephindaphinda ukuba uza kumnceda kwisabelo sakhe
-
Yer 1:7-10—UYehova uyamqinisekisa umprofeti uYeremiya ukuba uza kumnceda akwazi ukumelana neengxaki aza kudibana nazo
-
Ukuziva unetyala kakhulu
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
2Ku 22:8-13; 23:1-3—UKumkani uYosiya nabantu abaphantsi kwakhe bayaqonda ukuba banetyala elikhulu emva kokuba beye bafundelwa uMthetho KaMoses
-
Ezr 9:10-15; 10:1-4—Umbingeleli uEzra nabantu baziva benetyala kakhulu kuba abanye abantu baye benza into engathandwayo nguYehova, batshata abantu bezinye iintlanga
-
Luk 22:54-62—Umpostile uPetros ubhuqwa kukuziva enetyala emva kokuba eye waphika kathathu ukuba uyamazi uYesu
-
-
Izibhalo ezithuthuzelayo:
-
Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:
-
2Kr 33:9-13, 15, 16—UManase ungomnye wabona kumkani bakwaYuda abenza izinto ezimbi; nangona kunjalo, uyaguquka aze enzelwe inceba
-
Luk 15:11-32—UYesu uzekelisa indlela uYehova afuna ngayo ukuxolela ngokupheleleyo ngonyana owalahlekayo
-
Umona; ikhwele
Jonga umxholo othi “UMona”