Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EBelgium

Christian Congregation of Jehovah’s Witnesses

rue d’Argile-Potaardestraat 60

B-1950 KRAAINEM

BELGIUM

+32 2-782-00-15

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-10:30 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-3:30 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina kaYehova aseBelgium. Kukwaboniswa nendlela isebe elaqala ngayo.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.