Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EVenezuela

Av. Intercomunal La Victoria-El Consejo

Frente a La Mora II

LA VICTORIA 2121 ESTADO ARAGUA

VENEZUELA

+58 244-400-5000

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngeNtetho Yezandla yaseVenezuela. Kuthunyelwa iitoni ezingama-27 zeencwadi ngeelwimi ezahlukeneyo ezingama-29 nyanga nganye. Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina kaYehova aseVenezuela angaphezu kwe-125 000.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.